Psalms 132:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa onyana bako baya kugcina ucebano lwam, nesinqi̔nelo sam endiya kubafundisa sona, onyana babo nabo bohlala eteroneni yako kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba bathe oonyana bakho bawugcina umnqophiso wam, Nesingqiniso sam endibafundisayo: Oonyana babo bothi nabo bahlale Etroneni yakho nanini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba bathe oonyana bakho bawugcina umnqophiso wam, Nesingqiniso sam endibafundisayo: Oonyana babo bothi nabo bahlale Etroneni yakho nanini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ke bathe bawugcina umnqophiso lo oonyana bakho, kwanemimiselo endibafundisa yona, noonyana babo bolawula, bachophe esikhundleni sakho ngonaphakade.”