Psalms 132:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yeyokupumla kwam le kude kube ngunapakade: ndohlala apa, ngokuba ndiyinqwenele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Esithi, Nantsi indawo yam yokuphumla kwam nanini; Ndiya kuhlala apha, ngokuba oko ndikunqwenele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nantsi indawo yam yokuphumla kwam nanini; kuba ndandiyifuna.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Eli likhaya lam lokuphumla naphakade; ndiya kuma apha ngokomnqweno wam.