Psalms 133:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KANGELA, ukulunga ke nokuba mnandi ke kwokuhlala kwabazalwana kwa ndawonye!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ingoma yezinyuko; kaDavide. Yabonani, ukuba kuhle, ukuba mnandi, Ukuthi abazalwana bahlale bemxhelo mnye!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ingoma kaDavide. Yabonani, ukuba kuhle, ukuba mnandi, Bakuba oonyana babantu behleli bodwa!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khawukhangele ukubukeka nomkhitha wokuhlala kwezalamane ngemvano!