Psalms 133:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kunjengombete wase‐Heremone, nanjeng obusihla pezu kwentaba ze‐Ziyone: ngokuba apo uyehova waxela kubeko itamsanqa, kwa ukudliwa kwobomi kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kunjengombethe waseHermon, Ohla phezu kweentaba zaseZiyon;Ngokuba uYehova wayimisela khona apho intsikelelo, Ubomi, kude kuse ephakadeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kunjengombethe waseHermon, ohla phezu kweentaba zaseZiyon, kuba uYehova wayimisela khona intsikelelo, ubomi, kude kuse ephakadeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kufana nombethe entabeni iHermon, lowo ulala kwiinduli zeZiyon. Kulapho *uNdikhoyo awafumbe khona amathamsanqa nobomi obungaphele ndawo.