Psalms 135:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wanika umhlaba wabo ube lilifa, ube lilifa ko‐Sirayeli abantu bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Walinikela ilizwe labo lalilifa, Lalilifa kumaSirayeli, abantu bakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Walinika ilizwe labo njengelifa, ilifa labantu bakhe amaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umhlaba wazo wona wawohlutha, waza waba lilifa labantu bakhe amaSirayeli.