Psalms 135:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Igama lako, Yehova! lingunapakade; isikumbuzo sako, Yehova! sikwisizukulwana ngesizukulwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yehova, igama lakho lingunaphakade, Inkumbuzo yakho, Yehova, ikwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Igama lakho, Yehova, lingunaphakade; nesikhumbuzo sakho, Yehova, kwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Igama lakho, Ndikhoyo, lohlala ngonaphakade; udumo lwakho lovakala kwizizukulwana ngezizukulwana.