Psalms 135:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uyehova eqashile u‐Yakobi abe yeyake, n o‐Sirayeli abe yinto enqabileyo kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uYehova unyule uYakobi ukuba abe ngowakhe, Wanyula uSirayeli ukuba abe yinqobo kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uYehova unyule uYakobi noSirayeli ukuba babe sisityebi sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andithi kaloku uNdikhoyo wazinyulela uYakobi! Ewe, wazikhethela uSirayeli wangowakhe ncakasana!