Psalms 135:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndisazi ukuba uyehova umkulu, n okuba inkosi yetu ipezu kwotixo bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ndiyazi mna ukuba mkhulu uYehova, INkosi yethu ingaphezu koothixo bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndiyazi mna ukuba uYehova mkhulu nokuba iNkosi yethu ingaphezu koothixo bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyaqonda ukuba uNdikhoyo ubavelele, ewe, ubakrobele bonke abanye *oothixo.