Psalms 136:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waza waku̔pa u‐Sirayeli pakati kwawo: ngokuba ububele bake bungunapakade:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawakhupha amaSirayeli phakathi kwawo: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabasondeza oonyana bakaSirayeli phakathi kwabo, Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena wamkhupha uSirayeli phakathi kwamaJiputa. Kaloku ububele bakhe buhlala buhleli.