Psalms 136:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wanika umhlaba wabo ube lilifa: ngokuba ububele bake bungunapakade:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Walinikela ilizwe labo laba lilifa: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Walinikela ilizwe labo laba lilifa, Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umhlaba wabo wawenza ilifa lamaSirayeli. Kaloku ububele bakhe buhlala buhleli.