Psalms 137:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woba netamsanqa ozibamba intsana zako azityumze ngasematyeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hayi, uyolo lwalowo ubabambayo abahlekeze abantwana bakho Engxondorheni!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hayi, uyolo lomtyumza ngamatye abantwana bakho!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unoyolo ozithathayo iintsana zakho azintlekeze emaweni.