Psalms 138:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndobedesha ngasetempileni yako eyingcwele, ndidumise igama lako ngenxa yobubele bako nangenxa yenyaniso yako: ngokuba ilizwi lako ulenzile elikulu ngapezu kwalo lonke igama lako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuqubuda ndibhekise etempileni yakho engcwele, Ndibulele kwigama lakho, ngenxa yenceba yakho, nangenxa yenyaniso yakho; Kuba ulikhulisile ilizwi lakho ngaphezu kwegama lakho lonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuguqa etempileni yakho engcwele, ndibulele kwigama lakho, ngenxa yenceba yakho, nangenxa yenyaniso yakho, ngenxa enokuba ulikhulisile ilizwi lakho ngaphezu kwegama lakho lonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndikhala ndijongise ngasendlwini yakho engcwele, ndibonga ndincoma igama lakho, ngenxa yezibele nokunyaniseka kwakho, kuba uzicacisile ukuba wena, ndawonye nezithembiso zakho, ubalasele.