Psalms 138:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bonke okumkani bomhlaba bokudumisa, Yehova! bakuba bevile amazwi omlomo wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kubulela kuwe, Yehova, bonke ookumkani behlabathi, Bakuweva amazwi omlomo wakho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kubulela kuwe, Yehova, bonke ookumkani behlabathi, Bakuweva amazwi omlomo wakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zonke izikumkani zehlabathi mazikudumise, Ndikhoyo, kuba zizivile izithembiso zakho.