Psalms 138:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ewe, bovuma ngazo indlela zikayehova: ngokuba bukulu ubungcwalisa bukayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bavume ngeendlela zikaYehova, Ukuba lukhulu uzuko lukaYehova:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ewe, baya kumemelela ngeendlela zikaYehova, Ngokuba mkhulu ubuqaqawuli bukaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ziya kumemelela, zibonga iindlela zikaNdikhoyo, kuba kaloku sibalasele isidima sakhe.