Psalms 139:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba nditi: Ngenyaniso ubumnyama buya kundiselela; kwa ubusuku boba kukukanya ngakum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ndithe, Mabundisongele ubumnyama bona bodwa, Nokukhanya kube bubusuku ngeenxa zonke kum:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ndithe, Okunene, buya kundigubungela ubumnyama; ubusuku bube kukukhanya kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Noba ndingathi mandisongelwe bubumnyama, nokukhanya kujike kube bubusuku,