Psalms 139:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ewe, ubumnyama abumnyama pambi kwako; ubusuku buyakanya njengemini: njengokuba bunjalo ubumnyama kunjalo ukukanya kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwanobumnyama obo abungebi bubumnyama kuwe; Ubusuku bungaba mhlophe njengemini, Ubumnyama bungaba njengokukhanya
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ewe, ubumnyama abuyi kukufihla; kodwa ubusuku bukhanya njengemini; kobakho ubumnyama nokukhanya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwabumnyama obo abumnyamanga kuwe. Kaloku nobusuku bukhanya njengemini kuwe, kuba nobumnyama buyakhanya kuwe.