Psalms 139:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba wena ufuyile izintso zam; wandigubungela esizalweni sikama̔.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba wena wazibumba izintso zam, Wandibiyela esizalweni sikama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba uzithabathe izintso zam, Wandambesa esizalweni sikama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andithi na kaloku ndadalwa nguwe; nditsho mna kanye lo! Ewe, wandixonxa wandilunga-lungisa kwandisekumama.