Psalms 139:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amehlo ako abona imbumbulo yam ingekalungiswa; nasencwadini yako bekuba̔lwa onke amalungu am, n emihla abedalwa ngayo, nxa bekungeko nalinye pakati kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amehlo akho andibona ndiseyimbumba, Zazibhalwe encwadini yakho iimini zonke ziphela; Ziyiliwe ngenxa engaphambili, Kungekabikho ke nanye kuzo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amehlo akho andibona ndigqibelele; kwaye encwadini yakho kubhaliwe konke ukhupho lwam oludalwe emva kwanolunye lwazo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku wena wandibona ndingekenziwa; imihla owandimisela yona yabhalwa encwadini yakho, ndingekayiqali nokuyiqala mna.