Psalms 139:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyazi ukuhlala pantsi kwam nokusuka kwam: inkumbulo yam uyayiqonda ukude.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena uyakwazi ukuhlala kwam nokusuka kwam; Uyaziqonda izicamango zam nakude.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena uyakwazi ukudandatheka kwam nokreqo lwam, Uyaziqonda izicamango zam nakude.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena undazi ukusuka nokuhlala; iingcamango zam uziqonda zingekaveli.