Psalms 139:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndoya pina ukumka kumoya wako? ndoya pina ukubaleka ebusweni bako?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndingahambela phi na ukumka emoyeni wakho? Ndingabalekela phi na ukumka ebusweni bakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndingahambela phi na ukumka emoyeni wakho? Ndingabalekela phi na ukumka ebusweni bakho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndingamzimela ndithini uMoya wakho? Ndingasabela phi apho ungekhoyo khona?