Psalms 139:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa ndinyukela ezulwini, ukona; nxa ndizandlalela ehadesi, nanku u kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ndithe ndenyuka ndaya emazulwini, ulapho wena; Ukuba ndithe ndazandlalela kwelabafileyo, nanko ukho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa ndinyuke ndaya emazulwini, ulapho; ndawendlala umandlalo wam kwelabafileyo, nanko ukho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ndingenyukela emazulwini, ndingafika ukho; nokuba ndingalala kwelabafileyo, ukho nalapho.