Psalms 14:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bapambukile bonke, badlubukile kunye; akuko owenza okulungileyo, noko amnye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke batyekile, bayimbozisa bephelele; Akukho wenza okulungileyo, Akukho nokuba abe mnye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke balahleka, benziwe inqambi bonke bephela; Akukho wenza okulungileyo, eyedwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke bonke bemkile, xa bebonke bonakele; kuba akakho olungisayo, nditsho nokuba abe mnye.