Psalms 14:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bonke abenzi benkohlakalo abanakwazi na? abadla abantu bam njengokungati babesidla isonka: ababizanga kuye uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abanakwazi na bonke abasebenzi bobutshinga, Abathi, bebadla abantu bam, bathi badla isonka, Bangamnquli uYehova?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abanakwazi na bonke abenzi bokungendawo? abadla abantu bam njengoko badla isonka, bengambongozi uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abanangqondo na abakhohlakeleyo; abo baxhaphaza amawethu, ngathi batya isonka, bangamnquliyo nokumnqula uNdikhoyo?