Psalms 14:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bebesoyika isoyikiso kona apo: ngokuba utixo esesizukulwaneni sabalungileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Apho bankwantya benkwantyile; Ngokuba uThixo usesizukulwaneni samalungisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bafikelwa luloyiko olukhulu, ngokuba uThixo usesizukulwaneni samalungisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baya kunkwantya benkwantyile, kuba uThixo ukunye nâbo bamthobeleyo.