Psalms 140:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenyaniso abalungileyo baya kubulela egameni lako; abayinene bohlala ebusweni bako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inene, amalungisa aya kubulela kwigama lakho; Baya kuhlala ebusweni bakho abathe tye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Inene, amalungisa aya kulidumisa igama lakho; aya kuhlala kuwe amalungisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenene amalungisa aya kukudumisa; ewe, kaloku wona aya kuhlala nawe.