Psalms 142:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Pulapula isikalo sam; ngokuba nditotyelwe pantsi kakulu: ndihlangule kwabanditshutshisayo; ngokuba bendigqitisile ngamandla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kubazele indlebe ukuhlahlamba kwam, Ngokuba ndiswele kakhulu: Ndihlangule kwabandisukelayo, Ngokuba bomelele kunam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kubekele indlebe ukuhlahlamba kwam; ngokuba ndithobeke kakhulu; Ndihlangule kwabandisukelayo; ngokuba bomelele kunam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sibazele iindlebe isikhalo sam, kuba kaloku ndixhwalekile. Ndihlangule kwabo banditshutshisayo; kaloku bona bomelele kunam.