Psalms 144:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
obanikayo ulwoyiso okumkani; okululayo u‐Davide, isicaka sake, esiṙeleni esenzakalisayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ulonika ookumkani usindiso, Ulohlangula uDavide umkhonzi wakhe ekreleni elinobubi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ulonika ookumkani usindiso, Ohlangula umkhonzi wakhe uDavide kumkhonto oyingozi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngumavathis' ookumkani ngoloyiso, umhlanguli kaDavide isicaka sakhe. Ndisindise kwikrele lezikhohlakali;