Psalms 144:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hai itamsanqa labantu okukwa njalo kubo! hai itamsanqa labantu aba tixo u nguyehova!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hayi, uyolo lwabantu ekunjalo kubo! Hayi, uyolo lwabantu abaThixo unguYehova!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lunoyolo uhlanga olunjalo; Hayi, uyolo lwabantu abaThixo wabo unguYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi uyolo lwabantu abayixhamlayo le ntsikelelo! Sinenyhweba kambe isizwe esiThixo waso unguNdikhoyo!