Psalms 144:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yehova! uyinto nina umntu, lento umaziyo? uyinto nina unyana womntu, lento umnyamekelayo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yehova, uyintoni na umntu, le nto umaziyo? Unyana womfo, le nto umnyamekelayo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yehova, uyintoni na umntu, ukuze umazi! okanye unyana womntu, ukuba uya kuphendula kuye!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Awu, Ndikhoyo, yaz'ba kuxa eyintoni na umntu le nto ude uzidube ngaye? Ngani ukuba ude uzikhathaze ngaye?