Psalms 145:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NDOKUPAKAMISA, Tixo wam, Kumkani! ndandiya kubonga igama lako kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Eyokudumisa kaDavide. Ndiya kukuphakamisa, Thixo wam, wena Kumkani, Ndilibonge igama lakho ngonaphakade kanaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
(Umhobe kaDavide.) Ndiya kubulela kuwe, Thixo wam, kumkani; yaye ndiya kulidumisa igama lakho ngonaphakade kanaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kukuncoma, Thixo ongukumkani wam; igama lakho ndolibonga nanini nanini.