Psalms 145:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyavula isandla sako, ukolise intando yako konke okuhleliyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyasivula isandla sakho, Uzihluthise iinto zonke eziphilileyo ngeento ezikholekileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyasivula isandla sakho, uzihluthise iinto zonke eziphilileyo ngeento ezikholekileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, yena zivulekile izandla zakhe, izinto zonke uyazanelisa ngokweentswelo zazo.