Psalms 145:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngemihla yonke ndokubonga; ndandiya kudumisa igama lako kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Imihla yonke ndiya kukubonga, Ndilidumise igama lakho ngonaphakade kanaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kukubonga yonke imihla; yaye ndiya kulidumisa igama lakho ngonaphakade kanaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kukubulela mihla le; igama lakho ndolidumisa kude kuse ephakadeni.