Psalms 145:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova uyabagcina bonke abamtandayo: kodwa abakohlakeleyo bonke uya kubatshabalalisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova ungumgcini wabo bonke abamthandayo, Abatshabalalise bonke abangendawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uyabakhusela bonke abo bamthandayo, kodwa bonke abangendawo uya kubatshabalalisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo uyabalondoloza abo bamthandayo; ke bona abakhohlakeleyo uya kubatshabalalisa.