Psalms 145:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umlomo wam uya kuteta udunyiswa lukayehova: maluti uluntu lwonke lubonge igama lake elingcwele kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umlomo wam mawuthethe indumiso kaYehova, Inyama yonke ilibonge igama lakhe elingcwele ngonaphakade kanaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umlomo wam uya kuzixela iingoma zikaYehova, Yonke inyama ilidumise igama lakhe elingcwele ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo ndiya kusoloko ndimdumisa. Mazimdumise zonke izidalwa, zilincome igama lakhe elihloniphekileyo; ewe, kude kube ngunaphakade.