Psalms 145:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova nlungile kubo bonke: nenceba zake zipezu kwayo yonke imisebenzi yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ulungile uYehova kubo bonke, Imfesane yakhe ikuzo zonke izenzo zakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ulungile uYehova kubo bonke, Imfesane yakhe ikuzo zonke izenzo zakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo uyabalungiselela bonke abantu; unemfobe ngazo zonke izinto azenzileyo.