Psalms 146:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova uya kupata ngobukumkani kude kube ngunapakade: kwa utixo wako, Ziyone! kwisizukulwana ngesizukulwana. — Dumisani uyehova!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova ungukumkani ngonaphakade, UThixo wakho, Ziyon, kwizizukulwana ngezizukulwana. Haleluya!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uya kulawula ngonaphakade njengeNkosi, uThixo wakho, iZiyon, kwizizukulwana ngezizukulwana. Dumisani uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke yena uNdikhoyo uya kulawula naphakade, uThixo wakho, Ziyon, kuzo zonke izizukulwana. Siyakhahlela, sithi: “Bayethe, Mhlekazi!”