Psalms 146:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kudumisa uyehova ngexa ndisadla ubomi; ndiya kucula kutixo wam ngexa ndiseko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kumdumisa uYehova lo gama ndidla ubomi; Ndiya kumbethela uhadi uThixo wam ekubeni ndingosekhoyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kumdumisa uYehova lo gama ndidla ubomi; Ndiyathanda ukuhlabelela uThixo wam lo gama ndidla ubomi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kumbonga uNdikhoyo lo gama ndisadla ubomi; ndiya kuhlabela indumiso, ndibonge uThixo wam bonke ubomi bam.