Psalms 147:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba eyomelezile imivalo yamasango ako, watamsanqelisa usapo lwako pakati kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba eyomelezile imivalo yamasango akho, Ebasikelele abantwana bakho phakathi kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba uyayomeleza imivalo yamasango akho; Abantwana bakho ubasikelele ngawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku nguye owomeleza imivalo yamasango akho; nguye othamsanqela abantu bakho.