Psalms 148:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
amadodana nentombi nazo; amaxego nabantwana;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umlisela kwanomthinjana, Amadoda amakhulu kunye nabafana:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amakhwenkwe namantombazana; abantu abadala kunye nabantwana:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Dumisani xa ninonke, mlisela kwanani mthinjana; yenzani njalo, maxhego kwanani bantwana!