Psalms 148:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mdumiseni, langa nenyanga! mdumiseni, nonke nina zinkwenkwezi zokukanya!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mdumiseni, wena langa, nawe nyanga; Mdumiseni, nonke zinkwenkwezi zinokukhanya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mdumiseni, nina langa, nani nyanga, mdumiseni, nonke zinkwenkwezi zinokukhanya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mbongeni, wena langa nawe nyanga; mdumiseni, nonke zinkwenkwezi eziqaqambileyo!