Psalms 16:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ungayi kushiya umpefumlo wam ehadesi; kanjako akuyi kuyekelela oyingcwele yako eve ukubola.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba akuyi kuwushiya umphefumlo wam kwelabafileyo;Akuyi kumyekela owakho wenceba ukuba abonane nesihogo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba akuyi kuwushiya umphefumlo wam kwelabafileyo; kwaye akuyi kumyekela oyiNgcwele wakho ukuba abone ukubola.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku akuyi kundishiya enyanyeni ndide ndife; akuyi kusiyeka sibole isicaka sakho esithembekileyo.