Psalms 16:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kufikelela kubo abangcwele abasemhlabeni, nakubadumileyo ekukubo konke ukunyamekela kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndithe kwabangcwele abasehlabathini, Bona bazizinhanha apho, kukhona konke endikunanzileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kwabo bangcwele ehlabathini, kwabakhulu, endikholisiweyo ngabo ezintweni zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba mna ulonwabo lwam luphakathi kwemilowo yakwaThixo; nditsho leyo itshatsheleyo kweli hlabathi.