Psalms 17:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kubo abantu, abasisandla sako, Yehova! kubo abantu belizwe elikoyo, abasabelwa sikwokukudliwa kwobomi, nabasisu usizalisayo ngendyebo yako: bakoliwe ngabantwana; nesisalela sabo bayasishiyela intsapo zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kubafo, ngesandla sakho, Yehova, Kubafo beli phakade, abasahlulo sikobu bomi; Osizalisileyo isisu sabo ngeengqwebo zakho; Bakholisile ngoonyana, Ukuphuphuma kwabo bakushiya neentsapho zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kubantu besandla sakho, Yehova, beentlanga zelimiweyo, abanesabelo kobu bomi, abasisu sabo usizalise ngobuncwane bakho obufihliweyo; bondle abantwana babo, Bonke ubutyebi babo babushiyele abantwana babo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndihlangule, Ndikhoyo, koohlohlesakhe abazisu zimbaxa, betsho ngenyambalala yoonyana. Bathi zubelele bafe, babushiyel' oonyana obo butyebi.