Psalms 17:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna, ndobona ubuso bako ebulungiseni: ndoba ndikoliwe ngumfanekiselo wako ndakuvuka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ndiya kububona ubuso bakho ndisebulungiseni; Ndiya kwaneliswa sisithomo sakho ekuvukeni kwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ndiya kububona ubuso bakho ndisebulungiseni; Ndiya kwanela ekuvukeni kwam, ndisebumeni bakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna ndobonana nawe ngenxa yobulungisa bam; ndokwaneliswa kukubona wena xa ndivukayo.