Psalms 18:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba zonke izigwebo zake zibe zipambi kwam; nemimiso yake andiyipambukisanga kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba onke amasiko akhe aphambi kwam, Nemimiselo yakhe andiyisusi kum;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba bonke ubunile bakhe ngakum, andiwususanga ubunile bakhe kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yonke imiyalelo yakhe ndiyigcinile; andiyaphulanga imithetho yakhe.