Psalms 18:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba abantu ababandezelweyo ubasindisa wena; kodwa amehlo eratshi uyawatobisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba wena uyabasindisa abantu ababandezelekileyo, Uwathobe amehlo aqwayingileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba wena uyabasindisa abantu ababandezelekileyo; ke yena uya kulithoba imbonakalo ephakamileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ungumsindisi wabathobekileyo; uyabathoba abo banekratshi.