Psalms 18:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba wena ubaneka isibane sam: uyehova, utixo wam, uyakanyisa ubumnyama bam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uyasilumeka isibane sam wena; UYehova uThixo wam uyabukhanyisela ubumnyama bam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba uyasilumeka isibane sam wena: uYehova, uThixo wam, uyabukhanyisela ubumnyama bam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Usisibane sokundikhanyisela, wena Ndikhoyo; undigxothela ubumnyama, wena Thixo.