Psalms 18:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabusenza banzi ukunyatela kwam pantsi kwam; ati amaqata am akahexa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawenzela indawo ebanzi amanyathela am phantsi kwam, Amaxhwele am akahexa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uwatwabulule amanyathela am phantsi kwam, Aziyi kuhexa iinyawo zam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Undimise endaweni ephangaleleyo; azinakutyibilika kuyo iinyawo zam.