Psalms 18:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bakala, kodwa bekungeko osindisayo; kwa kuyehova, kodwa akabapendula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bazibika, akwabakho msindisi; Bazibika kuYehova, akabaphendula.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakhala, akwabakho mhlanguli: KuYehova, akabaphendula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ziba ngafuna uncedo, zingancedwa bani; ziba ngazibika kuNdikhoyo, angaphenduli.