Psalms 19:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nqanda isicaka sako nakwezer̔atshi; mazingabi nabukosi pezu kwam: kukona ndiya kuba ndifezekile, ndoba msulwa esigqitweni esikulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwanasekukhukhumaleni mnqande umkhonzi wakho;Makungandilawuli; ukuze ndandule ukuba ngogqibeleleyo, Ndibe msulwa ekukreqeni okukhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mgcine umkhonzi wakho ezonweni zobuqhophololo; abayi kuba nagunya kum; ndonyaniseka, ndimsulwa ebugwenxeni obukhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndikhusel' ezonwen' ezibangwa likratshi, hleze zindongamele. Ndiyakwandul' ukuba msulwa ndakuba ndikhululekil' ezonweni ezoyikekayo.